Luka 6:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 “Ngaphezu koko, musani ukugweba, yaye nani aniyi kugwetywa;+ musani ukugwebela isohlwayo, yaye nani aniyi kugwetyelwa isohlwayo. Hlalani nikhulula, yaye nani niya kukhululwa.+ Roma 14:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ungubani na wena ukuba ugwebe isicaka sendlu somnye?+ Ukuma okanye ukuwa kwaso kusenkosini yaso.+ Eneneni, siya kwenziwa sime, kuba uYehova unako ukusenza sime.+
37 “Ngaphezu koko, musani ukugweba, yaye nani aniyi kugwetywa;+ musani ukugwebela isohlwayo, yaye nani aniyi kugwetyelwa isohlwayo. Hlalani nikhulula, yaye nani niya kukhululwa.+
4 Ungubani na wena ukuba ugwebe isicaka sendlu somnye?+ Ukuma okanye ukuwa kwaso kusenkosini yaso.+ Eneneni, siya kwenziwa sime, kuba uYehova unako ukusenza sime.+