IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Marko 10:45
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 45 Kuba kwanoNyana womntu weza, kungekhona ukuze alungiselelwe,+ kodwa ukuze alungiselele nokuze anikele ngomphefumlo wakhe ube yintlawulelo+ ngenxa yabaninzi.”+

  • Yohane 5:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 Andinakwenza nanye into ngokwam; kanye njengoko ndivayo, ndiyagweba; yaye umgwebo endiwuphumezayo ngowobulungisa,+ ngenxa yokuba ndifuna, kungekhona ukuthanda kwam, kodwa ukuthanda+ kwalowo undithumileyo.

  • Galati 1:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Wazinikela ngenxa yezono zethu+ ukuze asihlangule kwinkqubo yezinto engendawo+ yangoku ngokokuthanda+ kukaThixo wethu uBawo,

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share