Yohane 15:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ukuba beniyinxalenye yehlabathi, ihlabathi beliya kukuthanda oko kukokwalo.+ Ke ngenxa yokuba ningeyonxalenye yehlabathi,+ kodwa ndininyulile mna naphuma kulo ihlabathi, ngenxa yoko linithiyile ihlabathi.+ Roma 12:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Yaye musani ukumilisa+ okwale nkqubo yezinto, kodwa guqukani ngokutshintsha ingqondo yenu,+ ukuze nikungqine ngokwenu+ ukulunga nokwamkeleka nokugqibelela kokuthanda+ kukaThixo.
19 Ukuba beniyinxalenye yehlabathi, ihlabathi beliya kukuthanda oko kukokwalo.+ Ke ngenxa yokuba ningeyonxalenye yehlabathi,+ kodwa ndininyulile mna naphuma kulo ihlabathi, ngenxa yoko linithiyile ihlabathi.+
2 Yaye musani ukumilisa+ okwale nkqubo yezinto, kodwa guqukani ngokutshintsha ingqondo yenu,+ ukuze nikungqine ngokwenu+ ukulunga nokwamkeleka nokugqibelela kokuthanda+ kukaThixo.