2 Korinte 9:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 kuba ndiyawazi umdla eninawo endiqhayisa ngawo kwabaseMakedoni, ndisithi nina ma-Akhaya benihleli nilungile kangangonyaka,+ yaye inzondelelo yenu iye yavuselela uninzi lwabo.
2 kuba ndiyawazi umdla eninawo endiqhayisa ngawo kwabaseMakedoni, ndisithi nina ma-Akhaya benihleli nilungile kangangonyaka,+ yaye inzondelelo yenu iye yavuselela uninzi lwabo.