IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Tesalonika 3:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Ke kaloku siyaniyala,+ bazalwana, egameni leNkosi uYesu Kristu, ukuba nizikhwebule+ nakuwuphi na umzalwana ohamba ngokungalungelelananga+ kungekhona ngokuvumelana nesithethe enasamkela kuthi.+

  • 2 Tesalonika 3:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Kodwa ukuba kukho nabani na ongawathobeliyo amazwi+ ethu akule ncwadi, mphawuleni onjalo,+ ninganxulumani naye,+ ukuze abe neentloni.+

  • Tito 3:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Yena umntu okhuthaza ihlelo,+ mgatye+ emva kwesiluleko sokuqala nesesibini;+

  • 2 Yohane 10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Ukuba umntu uza kuni, engazisi yona le mfundiso, ningaze nimamkele emakhayeni enu+ okanye nimbulise.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share