Roma 16:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ngoku ndiyanibongoza, bazalwana, ukuba nibabeke esweni abo bahlukanisayo+ nabakhubekisayo ngokuchaseneyo nemfundiso+ eniyifundileyo, nize nibaphephe.+ 2 Tesalonika 3:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ke kaloku siyaniyala,+ bazalwana, egameni leNkosi uYesu Kristu, ukuba nizikhwebule+ nakuwuphi na umzalwana ohamba ngokungalungelelananga+ kungekhona ngokuvumelana nesithethe enasamkela kuthi.+ 2 Tesalonika 3:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kodwa ukuba kukho nabani na ongawathobeliyo amazwi+ ethu akule ncwadi, mphawuleni onjalo,+ ninganxulumani naye,+ ukuze abe neentloni.+ 2 Yohane 10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ukuba umntu uza kuni, engazisi yona le mfundiso, ningaze nimamkele emakhayeni enu+ okanye nimbulise.+
17 Ngoku ndiyanibongoza, bazalwana, ukuba nibabeke esweni abo bahlukanisayo+ nabakhubekisayo ngokuchaseneyo nemfundiso+ eniyifundileyo, nize nibaphephe.+
6 Ke kaloku siyaniyala,+ bazalwana, egameni leNkosi uYesu Kristu, ukuba nizikhwebule+ nakuwuphi na umzalwana ohamba ngokungalungelelananga+ kungekhona ngokuvumelana nesithethe enasamkela kuthi.+
14 Kodwa ukuba kukho nabani na ongawathobeliyo amazwi+ ethu akule ncwadi, mphawuleni onjalo,+ ninganxulumani naye,+ ukuze abe neentloni.+
10 Ukuba umntu uza kuni, engazisi yona le mfundiso, ningaze nimamkele emakhayeni enu+ okanye nimbulise.+