Roma 9:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kuba bendingade ndinqwenele ukuba mna ngokwam ndibe bendahlukanisiwe kuKristu njengalowo uqalekisiweyo esikhundleni sabazalwana bam,+ abazizalamane zam ngokwasenyameni,+ Roma 16:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Bulisani kuAndroniko noYuniya izalamane zam+ nabathinjwa abangamadlelane kunye nam,+ abangabantu abaphawulekayo phakathi kwabapostile nabanethuba elidana kunam bemanyene+ noKristu.
3 Kuba bendingade ndinqwenele ukuba mna ngokwam ndibe bendahlukanisiwe kuKristu njengalowo uqalekisiweyo esikhundleni sabazalwana bam,+ abazizalamane zam ngokwasenyameni,+
7 Bulisani kuAndroniko noYuniya izalamane zam+ nabathinjwa abangamadlelane kunye nam,+ abangabantu abaphawulekayo phakathi kwabapostile nabanethuba elidana kunam bemanyene+ noKristu.