IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Korinte 1:31
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 ukuze kube njengoko kanye kubhaliwe kwathiwa: “Lowo uqhayisayo, makaqhayise ngoYehova.”+

  • 2 Yohane 9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Lowo ugqithayo,+ ungahlaliyo+ kwimfundiso kaKRISTU akanaThixo.+ Ke yena ohlalayo kule mfundiso umanyene noYise kunye noNyana.+

  • 3 Yohane 9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Ndalibhalela ibandla, kodwa uDiyotrefe, othanda ukuba kwindawo yokuqala+ phakathi kwabo, akayamkeli ngembeko+ nantoni na+ evela kuthi.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share