Roma 12:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ngokuphathelele uthando lobuzalwana+ yibani nomsa omnye komnye. Ekuboniseni imbeko+ omnye komnye khokelani. Hebhere 13:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Bakhumbuleni abo bakhokelayo phakathi kwenu,+ abaye bathetha ilizwi likaThixo kuni, yaye njengoko nisondela impumelelo yehambo yabo xelisani+ ukholo lwabo.+ Hebhere 13:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Bathobeleni abo bakhokelayo phakathi kwenu+ nize nibalulamele,+ kuba bahlala beyilindile imiphefumlo yenu njengabo baya kuphendula;+ ukuze bakwenze oku ngovuyo kungekhona ngokuncwina, kuba oko kungenza umonakalo kuni.+
10 Ngokuphathelele uthando lobuzalwana+ yibani nomsa omnye komnye. Ekuboniseni imbeko+ omnye komnye khokelani.
7 Bakhumbuleni abo bakhokelayo phakathi kwenu,+ abaye bathetha ilizwi likaThixo kuni, yaye njengoko nisondela impumelelo yehambo yabo xelisani+ ukholo lwabo.+
17 Bathobeleni abo bakhokelayo phakathi kwenu+ nize nibalulamele,+ kuba bahlala beyilindile imiphefumlo yenu njengabo baya kuphendula;+ ukuze bakwenze oku ngovuyo kungekhona ngokuncwina, kuba oko kungenza umonakalo kuni.+