IZenzo 24:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ngoko emva kweminyaka eliqela noko ndafika ndizise izipho zenceba kuhlanga lwakowethu, neminikelo.+ Roma 15:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Kuba abo baseMakedoni naseAkhaya+ baye bakholiswa kukwaba izinto zabo njengomnikelo+ kwabo bangcwele bangamahlwempu eYerusalem.
17 Ngoko emva kweminyaka eliqela noko ndafika ndizise izipho zenceba kuhlanga lwakowethu, neminikelo.+
26 Kuba abo baseMakedoni naseAkhaya+ baye bakholiswa kukwaba izinto zabo njengomnikelo+ kwabo bangcwele bangamahlwempu eYerusalem.