Isaya 60:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kuba, khangela! ubumnyama+ buya kuwugubungela umhlaba, nesithokothoko amaqela eentlanga; kodwa phezu kwakho uYehova uya kukhanyisa, bubonakale phezu kwakho ubuqaqawuli bekhe.+ Yohane 8:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngoko ke uYesu wathetha kwakhona kubo, esithi: “Mna ndilukhanyiselo+ lwehlabathi. Lowo undilandelayo akasayi kuze ahambe ebumnyameni,+ kodwa uya kuba nokukhanya kobomi.”
2 Kuba, khangela! ubumnyama+ buya kuwugubungela umhlaba, nesithokothoko amaqela eentlanga; kodwa phezu kwakho uYehova uya kukhanyisa, bubonakale phezu kwakho ubuqaqawuli bekhe.+
12 Ngoko ke uYesu wathetha kwakhona kubo, esithi: “Mna ndilukhanyiselo+ lwehlabathi. Lowo undilandelayo akasayi kuze ahambe ebumnyameni,+ kodwa uya kuba nokukhanya kobomi.”