IZenzo 19:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ngoko wathumela eMakedoni ababini kwabo babemlungiselela, uTimoti+ noErasto,+ kodwa yena walibala kangangexesha elithile kwisithili saseAsiya. IZenzo 20:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Akufika wathi kuwo: “Niyazi kakuhle ukuba ukususela kwimini yokuqala endangena ngayo kwisithili saseAsiya+ ndaba kunye nani ixesha liphela,+
22 Ngoko wathumela eMakedoni ababini kwabo babemlungiselela, uTimoti+ noErasto,+ kodwa yena walibala kangangexesha elithile kwisithili saseAsiya.
18 Akufika wathi kuwo: “Niyazi kakuhle ukuba ukususela kwimini yokuqala endangena ngayo kwisithili saseAsiya+ ndaba kunye nani ixesha liphela,+