IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yeremiya 9:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Utsho uYehova ukuthi: “Umntu osisilumko makangazigwagwisi ngobulumko bakhe,+ nendoda enamandla mayingazigwagwisi ngamandla ayo.+ Isityebi masingazigwagwisi ngobutyebi baso.”+

  • 2 Korinte 10:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Kuba, bona bathi: “Iincwadi zakhe zinzima yaye zinamandla, kodwa ubukho bakhe ngobuqu bubuthathaka,+ nentetho yakhe idelekile.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share