IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Roma 15:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 Ke kaloku ndiyanibongoza, bazalwana, ngeNkosi yethu uYesu Kristu nangothando lomoya,+ ukuba nizibhokoxe kunye nam ekundithandazeleni kuThixo,+

  • Filipi 1:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 kuba ndiyazi ukuba oku kuya kuphumela ekusindisweni kwam ngenxa yesikhungo senu+ nokubonelelwa ngomoya kaYesu Kristu,+

  • Filemon 22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Ukongezelela koko, nceda undilungiselele nendawo yokuhlala,+ kuba ndinethemba lokuba ngenxa yemithandazo+ yenu ndiza kukhululwa ndibuyele kuni.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share