2 Korinte 1:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Nani ninokunceda ngokusenzela isikhungo,+ ukuze babe baninzi abasibulelelayo+ kuba siye senzelwa ububele ngenxa yemithandazo yabaninzi.+ Efese 6:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 ngoxa ngazo zonke izihlandlo niqhubeka nithandaza+ ngako konke ukuthandaza nokukhunga nikuwo umoya.+ Yaye ngenxa yoko hlalani niphaphile rhoqo kwaye nikhunga ngenxa yabo bonke abo bangcwele, Kolose 4:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 kwangaxeshanye nisithandazele nathi,+ ukuze uThixo asivulele umnyango+ wamazwi, sibe nokuthetha ngemfihlelo engcwele+ engoKRISTU, leyo, enyanisweni, endikwimixokelelwane yentolongo ngenxa yayo;+ 1 Tesalonika 5:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Bazalwana, qhubekani nisithandazela.+
11 Nani ninokunceda ngokusenzela isikhungo,+ ukuze babe baninzi abasibulelelayo+ kuba siye senzelwa ububele ngenxa yemithandazo yabaninzi.+
18 ngoxa ngazo zonke izihlandlo niqhubeka nithandaza+ ngako konke ukuthandaza nokukhunga nikuwo umoya.+ Yaye ngenxa yoko hlalani niphaphile rhoqo kwaye nikhunga ngenxa yabo bonke abo bangcwele,
3 kwangaxeshanye nisithandazele nathi,+ ukuze uThixo asivulele umnyango+ wamazwi, sibe nokuthetha ngemfihlelo engcwele+ engoKRISTU, leyo, enyanisweni, endikwimixokelelwane yentolongo ngenxa yayo;+