2 Korinte 1:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Sineqhayiya, kwaye nesazela sethu siyasingqinela+ ukuba, siye saziphatha ngobungcwele nokunyaniseka kobuthixo phakathi kwabantu behlabathi, ngokukodwa ke phakathi kwenu, kungekhona ngobulumko benyama+ kodwa ngobubele obungasifanelanga bukaThixo. ISityhilelo 14:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 isithi ngelizwi elikhulu: “Moyikeni uThixo+ nimzukise,+ kuba lifikile ilixa lokugweba kwakhe,+ ngoko mnquleni Lowo wenza+ izulu nomhlaba nolwandle nemithombo yamanzi.”+
12 Sineqhayiya, kwaye nesazela sethu siyasingqinela+ ukuba, siye saziphatha ngobungcwele nokunyaniseka kobuthixo phakathi kwabantu behlabathi, ngokukodwa ke phakathi kwenu, kungekhona ngobulumko benyama+ kodwa ngobubele obungasifanelanga bukaThixo.
7 isithi ngelizwi elikhulu: “Moyikeni uThixo+ nimzukise,+ kuba lifikile ilixa lokugweba kwakhe,+ ngoko mnquleni Lowo wenza+ izulu nomhlaba nolwandle nemithombo yamanzi.”+