2 Korinte 2:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kwakhona ndibhalela nokuqinisekisa enoba niyathobela kusini na ezintweni zonke.+ Hebhere 13:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Bathobeleni abo bakhokelayo phakathi kwenu+ nize nibalulamele,+ kuba bahlala beyilindile imiphefumlo yenu njengabo baya kuphendula;+ ukuze bakwenze oku ngovuyo kungekhona ngokuncwina, kuba oko kungenza umonakalo kuni.+
17 Bathobeleni abo bakhokelayo phakathi kwenu+ nize nibalulamele,+ kuba bahlala beyilindile imiphefumlo yenu njengabo baya kuphendula;+ ukuze bakwenze oku ngovuyo kungekhona ngokuncwina, kuba oko kungenza umonakalo kuni.+