Roma 15:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Enyanisweni, baye bakholiswa kukwenjenjalo, ukanti bebenetyala kubo; kuba ukuba iintlanga ziye zabelana ngezinto zazo zokomoya,+ zikwabatyala ukubalungiselela esidlangalaleni aba ngezinto ezizezomzimba wenyama.+ 2 Korinte 8:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 kodwa ukuze ngokulinganisa intsalela yenu ngoku ilingane ukuswela kwabo, ize intsalela yabo ilingane ukuswela kwenu, ukuze kubekho ukulingana.+ Galati 6:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Noko ke, lowo ufundiswa ilizwi ngomlomo+ makabelane+ nalowo ufundisayo+ ngeento zonke ezilungileyo anazo. Filipi 4:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Noko ke, ndinazo zonke izinto ngokwaneleyo yaye ndinentabalala. Akukho nto ndingenayo, ekubeni uEpafrodito+ endinike izinto ezivela kuni, ezilivumba elimnandi,+ umbingelelo owamkelekileyo,+ okholekileyo kuThixo.
27 Enyanisweni, baye bakholiswa kukwenjenjalo, ukanti bebenetyala kubo; kuba ukuba iintlanga ziye zabelana ngezinto zazo zokomoya,+ zikwabatyala ukubalungiselela esidlangalaleni aba ngezinto ezizezomzimba wenyama.+
14 kodwa ukuze ngokulinganisa intsalela yenu ngoku ilingane ukuswela kwabo, ize intsalela yabo ilingane ukuswela kwenu, ukuze kubekho ukulingana.+
6 Noko ke, lowo ufundiswa ilizwi ngomlomo+ makabelane+ nalowo ufundisayo+ ngeento zonke ezilungileyo anazo.
18 Noko ke, ndinazo zonke izinto ngokwaneleyo yaye ndinentabalala. Akukho nto ndingenayo, ekubeni uEpafrodito+ endinike izinto ezivela kuni, ezilivumba elimnandi,+ umbingelelo owamkelekileyo,+ okholekileyo kuThixo.