Mateyu 26:52 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 52 Ngoko uYesu wathi kuye: “Buyisela ikrele lakho endaweni yalo,+ kuba bonke abathabatha ikrele baya kutshabalala ngekrele.+ Roma 13:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ubusuku buhambile; imini+ isondele. Ngoko ke masiyikhulule imisebenzi yobumnyama+ yaye masambathe izixhobo+ zokukhanya. Efese 6:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ngenxa yoku thabathani sonke isikrweqe sikaThixo,+ ukuze nikwazi ukuxhathisa ngemini embi nize, nakuba nenze zonke izinto ngokucokisekileyo, nime niqinile.+ 1 Tesalonika 5:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kodwa thina ke bangabemini, masithi qwa, sinxibe isigcina-sifuba+ sokholo+ nothando nesigcina-ntloko+ esilithemba losindiso;+ 1 Timoti 1:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Lo myalelo+ ndiwunikela kuwe, mntwana wam, Timoti, ngokuvumelana noko kwakuxelwe kwangaphambili+ ngawe, ukuze ngako uqhubeke usilwa umlo omhle;+ 2 Timoti 2:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Kodwa ikhoboka leNkosi akufuneki lilwe,+ kunoko kufuneka lithantamise kubo bonke,+ likufanelekele ukufundisa,+ linyamezela ububi,+
52 Ngoko uYesu wathi kuye: “Buyisela ikrele lakho endaweni yalo,+ kuba bonke abathabatha ikrele baya kutshabalala ngekrele.+
12 Ubusuku buhambile; imini+ isondele. Ngoko ke masiyikhulule imisebenzi yobumnyama+ yaye masambathe izixhobo+ zokukhanya.
13 Ngenxa yoku thabathani sonke isikrweqe sikaThixo,+ ukuze nikwazi ukuxhathisa ngemini embi nize, nakuba nenze zonke izinto ngokucokisekileyo, nime niqinile.+
8 Kodwa thina ke bangabemini, masithi qwa, sinxibe isigcina-sifuba+ sokholo+ nothando nesigcina-ntloko+ esilithemba losindiso;+
18 Lo myalelo+ ndiwunikela kuwe, mntwana wam, Timoti, ngokuvumelana noko kwakuxelwe kwangaphambili+ ngawe, ukuze ngako uqhubeke usilwa umlo omhle;+
24 Kodwa ikhoboka leNkosi akufuneki lilwe,+ kunoko kufuneka lithantamise kubo bonke,+ likufanelekele ukufundisa,+ linyamezela ububi,+