Roma 2:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Kodwa umYuda unguye ngaphakathi,+ nolwaluko lwakhe lolo lwentliziyo+ ngawo umoya, kungekhona ngengqokelela yemithetho ebhaliweyo.+ Indumiso+ yalowo ivela, kungekhona ebantwini, kodwa kuThixo.+ 1 Korinte 4:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngoko ke musani ukugweba+ nantoni na phambi kwexesha elililo, de ifike iNkosi,+ eya kuthi izise ekukhanyeni+ izinto ezifihlakeleyo zobumnyama ize iwabonakalise amacebo eentliziyo,+ uya kwandula ke ngamnye adunyiswe nguThixo.+ 2 Timoti 2:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Yenza unako-nako ukuba uzinikele ukholekile+ kuThixo, ungumsebénzi+ ongenazintloni nganto,+ uliphatha ngokufanelekileyo ilizwi lenyaniso.+
29 Kodwa umYuda unguye ngaphakathi,+ nolwaluko lwakhe lolo lwentliziyo+ ngawo umoya, kungekhona ngengqokelela yemithetho ebhaliweyo.+ Indumiso+ yalowo ivela, kungekhona ebantwini, kodwa kuThixo.+
5 Ngoko ke musani ukugweba+ nantoni na phambi kwexesha elililo, de ifike iNkosi,+ eya kuthi izise ekukhanyeni+ izinto ezifihlakeleyo zobumnyama ize iwabonakalise amacebo eentliziyo,+ uya kwandula ke ngamnye adunyiswe nguThixo.+
15 Yenza unako-nako ukuba uzinikele ukholekile+ kuThixo, ungumsebénzi+ ongenazintloni nganto,+ uliphatha ngokufanelekileyo ilizwi lenyaniso.+