Duteronomi 10:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Yalusani ke ijwabi leentliziyo zenu+ ningabi sazenza zibe lukhuni iintamo zenu.+ Duteronomi 30:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Woyalusa intliziyo yakho+ uYehova uThixo wakho nentliziyo yenzala yakho,+ ukuze umthande uYehova uThixo wakho ngentliziyo yakho yonke nangomphefumlo wakho wonke ngenxa yobomi bakho.+ Yeremiya 4:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Zaluseleni kuYehova, nize nisuse amajwabi eentliziyo zenu,+ nina madoda akwaYuda nabemi baseYerusalem; ukuze umsindo wam ungaphumi kanye njengomlilo, uze uvuthe ngokuqinisekileyo kungekho bani ongawucimayo, ngenxa yobubi bezenzo zenu.”+ IZenzo 7:51 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 51 “Bantundini baneenkani nabangalukileyo ngeentliziyo+ neendlebe, nisoloko niwuxhathisa umoya oyingcwele; kanye njengoko ookhokho benu benjenjalo, nani nenjenjalo.+ Filipi 3:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kuba abolwaluko lokwenene+ sithi, thina banikela inkonzo engcwele ngomoya kaThixo+ nabaqhayisa ngoKristu Yesu+ yaye asinantembelo enyameni,+
6 Woyalusa intliziyo yakho+ uYehova uThixo wakho nentliziyo yenzala yakho,+ ukuze umthande uYehova uThixo wakho ngentliziyo yakho yonke nangomphefumlo wakho wonke ngenxa yobomi bakho.+
4 Zaluseleni kuYehova, nize nisuse amajwabi eentliziyo zenu,+ nina madoda akwaYuda nabemi baseYerusalem; ukuze umsindo wam ungaphumi kanye njengomlilo, uze uvuthe ngokuqinisekileyo kungekho bani ongawucimayo, ngenxa yobubi bezenzo zenu.”+
51 “Bantundini baneenkani nabangalukileyo ngeentliziyo+ neendlebe, nisoloko niwuxhathisa umoya oyingcwele; kanye njengoko ookhokho benu benjenjalo, nani nenjenjalo.+
3 Kuba abolwaluko lokwenene+ sithi, thina banikela inkonzo engcwele ngomoya kaThixo+ nabaqhayisa ngoKristu Yesu+ yaye asinantembelo enyameni,+