IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yohane 8:44
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 44 Nina niphuma kuyihlo uMtyholi,+ yaye nithanda ukwenza ngokweminqweno kayihlo.+ Yena wayesisibulala-mntu kwasekuqaleni,+ yaye akemi enyanisweni, kuba inyaniso ayikho kuye. Xa ethetha ubuxoki, uthetha ngokotyekelo lwakhe, kuba ulixoki noyise wabo ubuxoki.+

  • 1 Timoti 6:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 iimpikiswano ezishushu zochuku kubantu abonakele ingqondo+ nabahluthwe inyaniso,+ becinga ukuba uzinikelo lobuthixo yinto yokufumana inzuzo.+

  • Hebhere 13:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Musani ukuthabatheka ziimfundiso ezahlukahlukeneyo nezingaqhelekanga;+ kuba kuhle ukuba intliziyo inikwe ukuqina ngobubele obungasifanelanga,+ kungekhona ngezinto ezityiwayo,+ abathe abo bazixakekisa ngazo abangenelwa.

  • 2 Petros 3:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Nina, ke ngoko, zintanda, ekubeni ninolu lwazi kwangaphambili,+ zilindeni ukuze ningawexulwa nani ngabantu abadelela umthetho nize niwe ekuqineni kwenu.+

  • 2 Yohane 8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Lumkani ke, ukuba ningaphulukani nento ebeniyisebenzela, kodwa zabalazelani ukuzuza umvuzo opheleleyo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share