6 Kodwa ngokubhekisele kwabo babonakala bengabathile+—nokuba bebengabantu baluphi na uhlobo ngaphambili akwenzi mahluko kum+—uThixo akahambi ngokwembonakalo yomntu yangaphandle+—ibe ke mna, enyanisweni, akukho nanto intsha abo bantu babalaseleyo bandinike yona.