IMizekeliso 11:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Isiqhamo selungisa ngumthi wobomi,+ nozuza imiphefumlo sisilumko.+ 2 Korinte 1:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngoko ke, xa sibandezeleka, oko kuyintuthuzelo nosindiso kuni;+ naxa sithuthuzelwa, oko kukuze nani nithuthuzeleke ukuze nikwazi ukunyamezela iimbandezelo ezifana nezethu.+ Filipi 2:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Kwangokunjalo ke, nokuba ndinokugalelwa njengomnikelo othululwayo+ esibingelelweni+ nakwinkonzo kawonke-wonke oluthe ukholo lwanikhokelela kuyo,+ ndichulumancile yaye ndivuyisana+ nani nonke. Kolose 1:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ngoku ndinemihlali ngokubandezeleka kwam ngenxa yenu,+ kuba ngale ndlela, ndizalisa oko kusileleyo kwiimbandezelo+ zikaKRISTU enyameni yam ngenxa yomzimba wakhe, olibandla.+ 1 Tesalonika 2:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngokunjalo, ngenxa yokuba sinomsa ngani,+ kuye kwakholeka kuthi ukuba sininike, kungekuphela nje iindaba ezilungileyo zikaThixo, kodwa kwanemiphefumlo yethu,+ ngenxa yokuba naba ziintanda+ kuthi. Hebhere 13:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Bathobeleni abo bakhokelayo phakathi kwenu+ nize nibalulamele,+ kuba bahlala beyilindile imiphefumlo yenu njengabo baya kuphendula;+ ukuze bakwenze oku ngovuyo kungekhona ngokuncwina, kuba oko kungenza umonakalo kuni.+
6 Ngoko ke, xa sibandezeleka, oko kuyintuthuzelo nosindiso kuni;+ naxa sithuthuzelwa, oko kukuze nani nithuthuzeleke ukuze nikwazi ukunyamezela iimbandezelo ezifana nezethu.+
17 Kwangokunjalo ke, nokuba ndinokugalelwa njengomnikelo othululwayo+ esibingelelweni+ nakwinkonzo kawonke-wonke oluthe ukholo lwanikhokelela kuyo,+ ndichulumancile yaye ndivuyisana+ nani nonke.
24 Ngoku ndinemihlali ngokubandezeleka kwam ngenxa yenu,+ kuba ngale ndlela, ndizalisa oko kusileleyo kwiimbandezelo+ zikaKRISTU enyameni yam ngenxa yomzimba wakhe, olibandla.+
8 Ngokunjalo, ngenxa yokuba sinomsa ngani,+ kuye kwakholeka kuthi ukuba sininike, kungekuphela nje iindaba ezilungileyo zikaThixo, kodwa kwanemiphefumlo yethu,+ ngenxa yokuba naba ziintanda+ kuthi.
17 Bathobeleni abo bakhokelayo phakathi kwenu+ nize nibalulamele,+ kuba bahlala beyilindile imiphefumlo yenu njengabo baya kuphendula;+ ukuze bakwenze oku ngovuyo kungekhona ngokuncwina, kuba oko kungenza umonakalo kuni.+