IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Tesalonika 5:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 nikelani ingqalelo engakumbi ngokugqithiseleyo kubo ngothando ngenxa yomsebenzi wabo.+ Yibani noxolo omnye nomnye.+

  • Yakobi 3:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Kodwa ubulumko+ obuvela phezulu okokuqala nje bunyulu,+ bandule ke bube boboxolo,+ bube nengqiqo,+ bulungele ukuthobela, buzele yinceba neziqhamo ezilungileyo,+ abucaluli ngokukhetha ubuso,+ abunaluhanahaniso.+

  • 1 Petros 3:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 makakhwebuke kokubi,+ enze okulungileyo; makafune uxolo, aluphuthume.+

  • 2 Petros 3:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Ngoko ke, zintanda, ekubeni nilindele ezi zinto, yenzani unako-nako ukuze ekugqibeleni anifumane ningenabala,+ ningenasiphako yaye niseluxolweni.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share