Galati 2:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Noko ke, nkqu uTito lo,+ owayekunye nam, akazange anyanzelwe ukuba aluke,+ nangona wayengumGrike. Tito 1:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 ubhalela uTito, umntwana wokwenene+ ngokokholo esabelana ngalo ngokufanayo: Ngamana kungakho ububele obungasifanelanga noxolo oluvela kuThixo uBawo+ nakuKristu Yesu uMsindisi wethu.+
4 ubhalela uTito, umntwana wokwenene+ ngokokholo esabelana ngalo ngokufanayo: Ngamana kungakho ububele obungasifanelanga noxolo oluvela kuThixo uBawo+ nakuKristu Yesu uMsindisi wethu.+