IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 18:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Nimele niyigcine imithetho yam nemimiselo yam, awothi umntu ozenzayo ezo zinto, aphile ngazo.+ NdinguYehova.+

  • Duteronomi 30:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 [Ukuba uthe wayiphulaphula imiyalelo kaYehova uThixo wakho,] endikuyalela yona namhlanje, yokuba umthande uYehova uThixo+ wakho, uhambe ngeendlela zakhe, ugcine imiyalelo yakhe+ nemimiselo yakhe nezigwebo zakhe,+ ngokuqinisekileyo ke wophila,+ wande, akusikelele uYehova uThixo wakho kwelo lizwe uya kulo ukuba ulidle ilifa.+

  • Nehemiya 9:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 Nangona wawunikela ubungqina+ nxamnye nabo ukuze ubabuyisele emthethweni wakho,+ bona babekhukhumala+ bangayiphulaphuli imiyalelo yakho; yaye babesona+ nxamnye nemimiselo+ yakho, leyo, ukuba umntu uza kuyenza, amele aphile ngayo.+ Kwaye baqhubeka bekwenzela iinkani,+ bazenza lukhuni iintamo zabo,+ yaye abazange baphulaphule.+

  • Roma 10:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Kuba uMoses ubhala athi umntu oye wabenza ubulungisa boMthetho uya kuphila ngabo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share