IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 18:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Nimele niyigcine imithetho yam nemimiselo yam, awothi umntu ozenzayo ezo zinto, aphile ngazo.+ NdinguYehova.+

  • Nehemiya 9:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 Nangona wawunikela ubungqina+ nxamnye nabo ukuze ubabuyisele emthethweni wakho,+ bona babekhukhumala+ bangayiphulaphuli imiyalelo yakho; yaye babesona+ nxamnye nemimiselo+ yakho, leyo, ukuba umntu uza kuyenza, amele aphile ngayo.+ Kwaye baqhubeka bekwenzela iinkani,+ bazenza lukhuni iintamo zabo,+ yaye abazange baphulaphule.+

  • Hezekile 20:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 “‘“Ndabanika imimiselo yam;+ ndabazisa nezigwebo zam,+ ukuze umntu ozenzayo abe nokuphila ngazo.+

  • Galati 3:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Ke kaloku uMthetho lo wona awubambeleli lukholweni, kodwa “lowo uzenzayo ezo zinto uya kuphila ngazo.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share