1 Korinte 7:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Nathengwa ngexabiso;+ musani ukuba ngamakhoboka+ abantu. Galati 3:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ngokusithenga uKristu+ wasikhulula+ kwisiqalekiso soMthetho ngokuthi abe sisiqalekiso+ esikhundleni sethu, ngenxa yokuba kubhaliwe kwathiwa: “Uqalekisiwe wonke umntu oxhonywa esibondeni.”+
13 Ngokusithenga uKristu+ wasikhulula+ kwisiqalekiso soMthetho ngokuthi abe sisiqalekiso+ esikhundleni sethu, ngenxa yokuba kubhaliwe kwathiwa: “Uqalekisiwe wonke umntu oxhonywa esibondeni.”+