Isaya 35:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kwaye bona kanye abo bakhululweyo nguYehova baya kubuya baze+ ngokuqinisekileyo beze eZiyon ngentswahla yovuyo;+ nemihlali iya kuba phezu kwentloko yabo ukusa kwixesha elingenammiselo.+ Baya kugcoba babe nemihlali, intlungu nokuncwina kusabe kubo.+ Mateyu 26:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 kuba oku kuthetha+ ‘igazi+ lam lomnqophiso,’+ eliza kuphalala ngenxa yabaninzi+ ukuze kuxolelwe izono.+ Tito 2:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 owazinikela+ ngenxa yethu ukuze asihlangule+ kulo lonke uhlobo lokuchasa umthetho aze azihlambululele+ isizwana esisesakhe ngokukhethekileyo,+ esizondelela imisebenzi emihle.+ Hebhere 9:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Kungenxa yoko le nto engumlamli+ womnqophiso omtsha, ukuze, ngokufa kwakhe, okubakhulule ngentlawulelo+ ekunxaxheni phantsi komnqophiso wangaphambili+ abo babiziweyo, bakwazi ukufumana isithembiso selifa elingunaphakade.+
10 Kwaye bona kanye abo bakhululweyo nguYehova baya kubuya baze+ ngokuqinisekileyo beze eZiyon ngentswahla yovuyo;+ nemihlali iya kuba phezu kwentloko yabo ukusa kwixesha elingenammiselo.+ Baya kugcoba babe nemihlali, intlungu nokuncwina kusabe kubo.+
28 kuba oku kuthetha+ ‘igazi+ lam lomnqophiso,’+ eliza kuphalala ngenxa yabaninzi+ ukuze kuxolelwe izono.+
14 owazinikela+ ngenxa yethu ukuze asihlangule+ kulo lonke uhlobo lokuchasa umthetho aze azihlambululele+ isizwana esisesakhe ngokukhethekileyo,+ esizondelela imisebenzi emihle.+
15 Kungenxa yoko le nto engumlamli+ womnqophiso omtsha, ukuze, ngokufa kwakhe, okubakhulule ngentlawulelo+ ekunxaxheni phantsi komnqophiso wangaphambili+ abo babiziweyo, bakwazi ukufumana isithembiso selifa elingunaphakade.+