Roma 3:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ngoko ke ngemisebenzi yomthetho akukho nyama iya kuvakaliswa ililungisa+ phambi kwakhe, kuba ngawo umthetho+ kubakho ulwazi oluchanileyo lwesono.+ Galati 3:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Kuthekani, ke ngoko, ngoMthetho? Wongezwa ukuze ukunxaxha kubonakaliswe,+ de ifike imbewu+ ekwakwenziwe kuyo isithembiso; yaye wadluliselwa ngeengelosi+ ngesandla somlamli.+
20 Ngoko ke ngemisebenzi yomthetho akukho nyama iya kuvakaliswa ililungisa+ phambi kwakhe, kuba ngawo umthetho+ kubakho ulwazi oluchanileyo lwesono.+
19 Kuthekani, ke ngoko, ngoMthetho? Wongezwa ukuze ukunxaxha kubonakaliswe,+ de ifike imbewu+ ekwakwenziwe kuyo isithembiso; yaye wadluliselwa ngeengelosi+ ngesandla somlamli.+