Roma 8:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Kuba anifumananga moya wobukhoboka obangela uloyiko+ kwakhona, kodwa nifumene umoya+ wokwenziwa oonyana,+ moya lowo esithi ngawo sidanduluke sisithi: “Abha,+ Bawo!” Roma 8:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 ngenxa yokuba abo aye wabanika ingqalelo yakhe yokuqala+ ukwabamisela kwangaphambili+ ukuba bafane+ nomfanekiselo+ woNyana wakhe, ukuze abe lizibulo+ phakathi kwabazalwana abaninzi.+ Galati 4:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 ukuze abakhulule ngokubathenga+ abo baphantsi komthetho,+ size thina senziwe oonyana.+
15 Kuba anifumananga moya wobukhoboka obangela uloyiko+ kwakhona, kodwa nifumene umoya+ wokwenziwa oonyana,+ moya lowo esithi ngawo sidanduluke sisithi: “Abha,+ Bawo!”
29 ngenxa yokuba abo aye wabanika ingqalelo yakhe yokuqala+ ukwabamisela kwangaphambili+ ukuba bafane+ nomfanekiselo+ woNyana wakhe, ukuze abe lizibulo+ phakathi kwabazalwana abaninzi.+