Roma 7:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ngokwenene ndiyayoliswa+ ngumthetho kaThixo ngokomntu endinguye+ ngaphakathi, 2 Korinte 4:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ngoko ke asiyeki, kodwa kwanokuba umntu esinguye ngaphandle uya esonakala, ngokuqinisekileyo umntu esinguye ngaphakathi+ wenziwa mtsha kwakhona imihla ngemihla.
16 Ngoko ke asiyeki, kodwa kwanokuba umntu esinguye ngaphandle uya esonakala, ngokuqinisekileyo umntu esinguye ngaphakathi+ wenziwa mtsha kwakhona imihla ngemihla.