Yohane 15:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Hlalani nimanyene nam, nam ndimanyene nani.+ Kanye njengoko isebe lingenakuzithwalela isiqhamo ngokwalo ngaphandle kokuba lihlale emdiliyeni, ngokufanayo nani aninako, ngaphandle kokuba nihlala nimanyene nam.+ Yohane 15:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Mna ndingumdiliya, nina ningamasebe. Lowo uhlala emanyene nam, nam ndimanyene naye, yena uthwala isiqhamo esininzi;+ ngenxa yokuba ngaphandle kwam aninakwenza nto konke konke.
4 Hlalani nimanyene nam, nam ndimanyene nani.+ Kanye njengoko isebe lingenakuzithwalela isiqhamo ngokwalo ngaphandle kokuba lihlale emdiliyeni, ngokufanayo nani aninako, ngaphandle kokuba nihlala nimanyene nam.+
5 Mna ndingumdiliya, nina ningamasebe. Lowo uhlala emanyene nam, nam ndimanyene naye, yena uthwala isiqhamo esininzi;+ ngenxa yokuba ngaphandle kwam aninakwenza nto konke konke.