IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Roma 16:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Kuba abantu abalolo hlobo bangamakhoboka, kungekhona aweNkosi yethu uKristu, kodwa awezisu zabo;+ yaye ngokuthetha okugudileyo+ nangentetho yokutyibela+ balukuhla iintliziyo zabo bangenabuqhokolo.

  • Efese 5:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Makungabikho mntu unikhohlisayo ngamazwi alambathayo,+ kuba iza ngenxa yezo zinto ingqumbo kaThixo koonyana bokungathobeli.+

  • 2 Petros 2:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Amehlo abo azele lukrexezo+ yaye abakwazi kusiyeka isono,+ bewexula imiphefumlo engazinzanga. Intliziyo yabo iqeqeshelwe inkanuko.+ Bangabantwana bengqalekiso.+

  • 1 Yohane 2:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Ezi zinto ndinibhalela mayela nabo bazama ukunilahlekisa.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share