Roma 15:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Kodwa ngoku sele ndiza kuhamba ndiye eYerusalem ukuya kulungiselela kwabo bangcwele.+ Filemon 5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 njengoko ndihlala ndisiva ngothando lwakho nokholo onalo kwiNkosi uYesu nakubo bonke abo bangcwele;+ Hebhere 6:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 UThixo akanantswela-bulungisa ukuba angawulibala umsebenzi wenu nothando enalubonisayo ngegama lakhe,+ ngokuthi nilungiselele abangcwele+ yaye nisaqhubeka nibalungiselela.
5 njengoko ndihlala ndisiva ngothando lwakho nokholo onalo kwiNkosi uYesu nakubo bonke abo bangcwele;+
10 UThixo akanantswela-bulungisa ukuba angawulibala umsebenzi wenu nothando enalubonisayo ngegama lakhe,+ ngokuthi nilungiselele abangcwele+ yaye nisaqhubeka nibalungiselela.