IZenzo 11:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Ngoko abo babengabafundi bazimisela, ngamnye kubo kangangoko wayenako,+ ukuthumela ulungiselelo lwamancedo+ kubazalwana ababehlala kwelakwaYuda; IZenzo 19:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ke kaloku zakugqitywa ezi zinto, uPawulos waba nenjongo kuwo umoya wakhe yokuba, emva kokutyhutyha elaseMakedoni+ nelaseAkhaya, wayeya kuhamba aye eYerusalem,+ esithi: “Emva kokuba ndifike apho ndimele ndibone kwaneRoma.”+ IZenzo 20:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Yaye ngoku, khangelani! ndibotshiwe emoyeni,+ ndiyahamba ndiya eYerusalem, nangona ndingazazi izinto eziya kwenzeka kum apho, IZenzo 24:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ngoko emva kweminyaka eliqela noko ndafika ndizise izipho zenceba kuhlanga lwakowethu, neminikelo.+
29 Ngoko abo babengabafundi bazimisela, ngamnye kubo kangangoko wayenako,+ ukuthumela ulungiselelo lwamancedo+ kubazalwana ababehlala kwelakwaYuda;
21 Ke kaloku zakugqitywa ezi zinto, uPawulos waba nenjongo kuwo umoya wakhe yokuba, emva kokutyhutyha elaseMakedoni+ nelaseAkhaya, wayeya kuhamba aye eYerusalem,+ esithi: “Emva kokuba ndifike apho ndimele ndibone kwaneRoma.”+
22 Yaye ngoku, khangelani! ndibotshiwe emoyeni,+ ndiyahamba ndiya eYerusalem, nangona ndingazazi izinto eziya kwenzeka kum apho,
17 Ngoko emva kweminyaka eliqela noko ndafika ndizise izipho zenceba kuhlanga lwakowethu, neminikelo.+