IZenzo 16:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ngoko wafika eDerbhe naseListra.+ Yaye, khangela! kwakukho mfundi uthile apho ugama linguTimoti,+ unyana womfazi ongumYuda okholwayo kodwa oyise ungumGrike, Filipi 2:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ke kaloku ndithembele eNkosini uYesu ukuba ndonithumela uTimoti kwakamsinya, ukuze ndichwayite emphefumlweni+ ndakuva iindava ezivela kuni.
16 Ngoko wafika eDerbhe naseListra.+ Yaye, khangela! kwakukho mfundi uthile apho ugama linguTimoti,+ unyana womfazi ongumYuda okholwayo kodwa oyise ungumGrike,
19 Ke kaloku ndithembele eNkosini uYesu ukuba ndonithumela uTimoti kwakamsinya, ukuze ndichwayite emphefumlweni+ ndakuva iindava ezivela kuni.