IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Mateyu 22:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 “Kuba baninzi abamenyiweyo, kodwa bambalwa abanyuliweyo.”+

  • 2 Korinte 1:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Ngoko ke, xa sibandezeleka, oko kuyintuthuzelo nosindiso kuni;+ naxa sithuthuzelwa, oko kukuze nani nithuthuzeleke ukuze nikwazi ukunyamezela iimbandezelo ezifana nezethu.+

  • Efese 3:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Ngoko ke ndiyanicela ukuba ningayekeleli ngenxa yezi mbandezelo+ zam ngenxa yenu, kuba zona zithetha uzuko kuni.

  • Kolose 1:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Ngoku ndinemihlali ngokubandezeleka kwam ngenxa yenu,+ kuba ngale ndlela, ndizalisa oko kusileleyo kwiimbandezelo+ zikaKRISTU enyameni yam ngenxa yomzimba wakhe, olibandla.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share