2 Timoti 2:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ngenxa yoko ndiyaqhubeka ndinyamezela zonke izinto ngenxa yabo banyuliweyo,+ ukuze nabo bazuze usindiso olumanyene noKristu Yesu kunye nozuko olungunaphakade.+
10 Ngenxa yoko ndiyaqhubeka ndinyamezela zonke izinto ngenxa yabo banyuliweyo,+ ukuze nabo bazuze usindiso olumanyene noKristu Yesu kunye nozuko olungunaphakade.+