Roma 5:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ukuze kuthini? Ukuze, kanye njengokuba isono salawula njengokumkani ngokufa,+ ngokunjalo nabo ububele obungasifanelanga+ bulawule njengokumkani ngobulungisa ngokubhekisele kubomi obungunaphakade+ ngoYesu Kristu iNkosi yethu. Roma 6:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Kuba umvuzo isono esiwuhlawulayo kukufa,+ kodwa isipho+ uThixo asinikayo bubomi obungunaphakade+ ngoKristu Yesu iNkosi yethu.+
21 Ukuze kuthini? Ukuze, kanye njengokuba isono salawula njengokumkani ngokufa,+ ngokunjalo nabo ububele obungasifanelanga+ bulawule njengokumkani ngobulungisa ngokubhekisele kubomi obungunaphakade+ ngoYesu Kristu iNkosi yethu.
23 Kuba umvuzo isono esiwuhlawulayo kukufa,+ kodwa isipho+ uThixo asinikayo bubomi obungunaphakade+ ngoKristu Yesu iNkosi yethu.+