Mateyu 25:46 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 46 Kwaye aba baya kumka baye kwintshabalalo engunaphakade,+ kodwa bona abangamalungisa baye ebomini obungunaphakade.”+ 1 Petros 1:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 kwilifa elingenakonakala nelingadyobhekanga nelingambatshiyo.+ Libekelwe nina emazulwini,+
46 Kwaye aba baya kumka baye kwintshabalalo engunaphakade,+ kodwa bona abangamalungisa baye ebomini obungunaphakade.”+