Galati 3:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Akukho mYuda namGrike,+ akukho khoboka nokhululekileyo,+ akukho ndoda nabhinqa;+ kuba nonke ningumntu omnye ngokumanyene noKristu Yesu.+ 1 Timoti 2:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 othanda ukuba zonke iintlobo zabantu+ zisindiswe+ zize zifikelele elwazini oluchanileyo+ lwenyaniso.+
28 Akukho mYuda namGrike,+ akukho khoboka nokhululekileyo,+ akukho ndoda nabhinqa;+ kuba nonke ningumntu omnye ngokumanyene noKristu Yesu.+
4 othanda ukuba zonke iintlobo zabantu+ zisindiswe+ zize zifikelele elwazini oluchanileyo+ lwenyaniso.+