IZenzo 19:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Ngoko isixeko sazaliswa sisiphithiphithi, yaye ngamxhelo mnye bagxalathelana ukungena kwindawo yokubonela, ngokunyanzela bethabatha kunye nabo uGayo noAristarko,+ abangabaseMakedoni, abalingane abahambahambayo bakaPawulos. IZenzo 27:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Sakhwela esikhepheni saseAdramitiyami esasisele siza kuhamba ukuya kwiindawo ezingakunxweme lwesithili saseAsiya, sanduluka, kukho kunye nathi uAristarko+ waseMakedoni owayevela eTesalonika. Kolose 4:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Uyanibulisa uAristarko+ umthinjwa olidlelane lam, wenjenjalo noMarko+ umza kaBharnabhas, (lowo nanifumene umyalelo wokuba nimamkele+ ukuba uthe weza kuni,)
29 Ngoko isixeko sazaliswa sisiphithiphithi, yaye ngamxhelo mnye bagxalathelana ukungena kwindawo yokubonela, ngokunyanzela bethabatha kunye nabo uGayo noAristarko,+ abangabaseMakedoni, abalingane abahambahambayo bakaPawulos.
2 Sakhwela esikhepheni saseAdramitiyami esasisele siza kuhamba ukuya kwiindawo ezingakunxweme lwesithili saseAsiya, sanduluka, kukho kunye nathi uAristarko+ waseMakedoni owayevela eTesalonika.
10 Uyanibulisa uAristarko+ umthinjwa olidlelane lam, wenjenjalo noMarko+ umza kaBharnabhas, (lowo nanifumene umyalelo wokuba nimamkele+ ukuba uthe weza kuni,)