INdumiso 110:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 UYehova ufungile+ (yaye akayi kuzisola),+ wathi:“Ungumbingeleli ukusa kwixesha elingenammiselo+Ngokohlobo lukaMelkitsedeki!”+ Roma 8:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ukuba, ngoko, singabantwana, sikwaziindlalifa: eneneni iindlalifa zikaThixo, kodwa iindlalifa ezimanyene+ noKristu, ukuba nje sibandezeleka+ ndawonye naye ukuze sizukiswe ndawonye naye.+
4 UYehova ufungile+ (yaye akayi kuzisola),+ wathi:“Ungumbingeleli ukusa kwixesha elingenammiselo+Ngokohlobo lukaMelkitsedeki!”+
17 Ukuba, ngoko, singabantwana, sikwaziindlalifa: eneneni iindlalifa zikaThixo, kodwa iindlalifa ezimanyene+ noKristu, ukuba nje sibandezeleka+ ndawonye naye ukuze sizukiswe ndawonye naye.+