Luka 12:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 “Musani ukoyika,+ mhlambi mncinane,+ ngenxa yokuba kukholekile kuYihlo ukuninika ubukumkani.+ IZenzo 26:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 ukuvula amehlo abo,+ ukubaphethula ebumnyameni,+ baye ekukhanyeni+ nakwigunya likaSathana,+ baye kuThixo, ukuze bamkele uxolelo lwezono+ nelifa+ phakathi kwabo bangcwaliswa+ ngokholo lwabo kum.’ Galati 3:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Ngaphezu koko, ukuba ningabakaKristu, ngokwenene niyimbewu ka-Abraham,+ iindlalifa ngokwesithembiso.+ ISityhilelo 21:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Nabani na owoyisayo uya kuzidla ilifa ezi zinto, yaye ndiya kuba nguThixo wakhe+ yena abe ngunyana wam.+
18 ukuvula amehlo abo,+ ukubaphethula ebumnyameni,+ baye ekukhanyeni+ nakwigunya likaSathana,+ baye kuThixo, ukuze bamkele uxolelo lwezono+ nelifa+ phakathi kwabo bangcwaliswa+ ngokholo lwabo kum.’
29 Ngaphezu koko, ukuba ningabakaKristu, ngokwenene niyimbewu ka-Abraham,+ iindlalifa ngokwesithembiso.+
7 Nabani na owoyisayo uya kuzidla ilifa ezi zinto, yaye ndiya kuba nguThixo wakhe+ yena abe ngunyana wam.+