Mateyu 20:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Kanye njengokuba uNyana womntu weza, kungekhona ukuze alungiselelwe, kodwa ukuze alungiselele+ nokuze anikele ngomphefumlo wakhe ube yintlawulelo ngenxa yabaninzi.”+ Luka 22:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Wathabatha nendebe+ emva kokuba befumene isidlo sangokuhlwa, esithi: “Le ndebe ithetha umnqophiso omtsha+ ongegazi lam,+ eliza kuphalala ngenxa yenu.+
28 Kanye njengokuba uNyana womntu weza, kungekhona ukuze alungiselelwe, kodwa ukuze alungiselele+ nokuze anikele ngomphefumlo wakhe ube yintlawulelo ngenxa yabaninzi.”+
20 Wathabatha nendebe+ emva kokuba befumene isidlo sangokuhlwa, esithi: “Le ndebe ithetha umnqophiso omtsha+ ongegazi lam,+ eliza kuphalala ngenxa yenu.+