Roma 8:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ukuba, ngoko, singabantwana, sikwaziindlalifa: eneneni iindlalifa zikaThixo, kodwa iindlalifa ezimanyene+ noKristu, ukuba nje sibandezeleka+ ndawonye naye ukuze sizukiswe ndawonye naye.+
17 Ukuba, ngoko, singabantwana, sikwaziindlalifa: eneneni iindlalifa zikaThixo, kodwa iindlalifa ezimanyene+ noKristu, ukuba nje sibandezeleka+ ndawonye naye ukuze sizukiswe ndawonye naye.+