Habhakuki 2:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kuba umbono usengowexesha elimisiweyo,+ yaye uqhubeka ukhawulezela ekupheleni, ibe awuyi kuxoka. Kwanokuba unokulibala, hlala uwulindile; kuba uya kuba yinyaniso nakanjani na.+ Awuyi kufika emva kwexesha. 2 Petros 3:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 UYehova akacothi ngokuphathelele isithembiso sakhe,+ njengoko abanye becinga njalo, kodwa unomonde kuni ngenxa yokuba akanqweneli ukuba kutshabalale nabani na kodwa unqwenela ukuba bonke bafikelele enguqukweni.+
3 Kuba umbono usengowexesha elimisiweyo,+ yaye uqhubeka ukhawulezela ekupheleni, ibe awuyi kuxoka. Kwanokuba unokulibala, hlala uwulindile; kuba uya kuba yinyaniso nakanjani na.+ Awuyi kufika emva kwexesha.
9 UYehova akacothi ngokuphathelele isithembiso sakhe,+ njengoko abanye becinga njalo, kodwa unomonde kuni ngenxa yokuba akanqweneli ukuba kutshabalale nabani na kodwa unqwenela ukuba bonke bafikelele enguqukweni.+