1 Kronike 29:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Kuba singabaphambukeli phambi kwakho nabafiki+ kanye njengookhokho bethu. Injengomthunzi imihla yethu phezu kwehlabathi+ yaye alikho ithemba. INdumiso 39:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Wuve umthandazo wam, Yehova,Uze ukubekele indlebe ukukhalela kwam uncedo.+Kwiinyembezi zam musa ukuthi cwaka.+Kuba ndingumphambukeli kuwe,+Umfiki ngokufanayo nabo bonke ookhokho bam.+ Efese 2:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ngokuqinisekileyo, ke ngoko, anisengabo abasemzini+ nabaphambukeli,+ kodwa ningabemi abangamadlelane+ abo bangcwele+ yaye ningamalungu endlu+ kaThixo, 1 Petros 2:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Zintanda, ndiyanibongoza njengabaphambukeli nabemi bokwexeshana+ ukuba nizikhwebule kwiminqweno yenyama,+ enxamnye nomphefumlo.+
15 Kuba singabaphambukeli phambi kwakho nabafiki+ kanye njengookhokho bethu. Injengomthunzi imihla yethu phezu kwehlabathi+ yaye alikho ithemba.
12 Wuve umthandazo wam, Yehova,Uze ukubekele indlebe ukukhalela kwam uncedo.+Kwiinyembezi zam musa ukuthi cwaka.+Kuba ndingumphambukeli kuwe,+Umfiki ngokufanayo nabo bonke ookhokho bam.+
19 Ngokuqinisekileyo, ke ngoko, anisengabo abasemzini+ nabaphambukeli,+ kodwa ningabemi abangamadlelane+ abo bangcwele+ yaye ningamalungu endlu+ kaThixo,
11 Zintanda, ndiyanibongoza njengabaphambukeli nabemi bokwexeshana+ ukuba nizikhwebule kwiminqweno yenyama,+ enxamnye nomphefumlo.+